Abagwebi 19:23 XHO75

23 Yaphuma indoda engumninindlu, yaya kuwo, yathi kuwo, Hayi, bazalwana bam, hayi, musani ukukha nenze into embi. Emveni kokuba le ndoda ingene endlwini yam, musani ukwenza obu budenge.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 19

imbono Abagwebi 19:23 kwimeko