Abagwebi 19:27 XHO75

27 Yavuka inkosi yayo kusasa, yazivula iingcango zendlu, yaphuma ukuba ihambe ngendlela yayo; nantso le nkazana ilishweshwe layo iwile emnyango waloo ndlu, nezandla zayo zisembundwini wawo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 19

imbono Abagwebi 19:27 kwimeko