Abagwebi 2:1 XHO75

1 Kwenyuka isithunywa sikaYehova eGiligali, saya eBhokim, sathi, Ndaninyusa eYiputa, ndanizisa kwelo zwe ndafunga kooyihlo ngalo, ndathi, Andiyi kuwaphula umnqophiso wam nani naphakade;

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 2

imbono Abagwebi 2:1 kwimeko