Abagwebi 2:14 XHO75

14 Wavutha ke umsindo kaYehova kumaSirayeli, wawanikela esandleni sabaphangi, bawaphanga. Wathengisa ngawo, wawanikela esandleni seentshaba zawo ngeenxa zonke; akaba saba nakuma phambi kweentshaba zawo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 2

imbono Abagwebi 2:14 kwimeko