Abagwebi 2:18 XHO75

18 Naxa uYehova wawavelisela abagwebi, uYehova waba nomgwebi lowo, wawasindisa esandleni seentshaba zawo yonke imihla yomgwebi lowo; ngokuba uYehova wazohlwaya ngenxa yokuncwina kwawo, phambi kwabaxini bawo, ababandezeli bawo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 2

imbono Abagwebi 2:18 kwimeko