Abagwebi 20:13 XHO75

13 Sinikeleni kalokunje loo madoda angamatshijolo aseGibheha, siwabulale, sibutshayele ububi bungabikho kwaSirayeli. Àbavuma ke oonyana bakaBhenjamin ukuliphulaphula izwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:13 kwimeko