20 Aphuma amadoda akwaSirayeli, aya kulwa namaBhenjamin. Amadoda akwaSirayeli ákha uluhlu lokulwa nawo ngaseGibheha.
funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20
imbono Abagwebi 20:20 kwimeko