Abagwebi 20:23 XHO75

23 Benyuka oonyana bakaSirayeli, balila phambi koYehova, kwada kwahlwa. Babuza kuYehova, bathi, Ndiphínde na ndisondele ekulweni noonyana bakaBhenjamin, umzalwana wam? Wathi uYehova, Nyukani niye kubo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:23 kwimeko