Abagwebi 20:36 XHO75

36 Ke kaloku oonyana bakaBhenjamin babona ukuba boyisiwe, ukuba amadoda akwaSirayeli ayehlehla phambi kwamaBhenjamin, ngokuba abekholose ngabalaleli ababebabeke eGibheha.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:36 kwimeko