Abagwebi 20:39 XHO75

39 Ajika ke amadoda akwaSirayeli ekulweni, akuba ebeqalile amaBhenjamin ukubulala iingxwelerha phakathi kwamadoda akwaSirayeli, amodada akumashumi amathathu; ngokuba abesithi, Abethiwe ngenene wona phambi kwethu, njengokulwa kokuqala.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:39 kwimeko