Abagwebi 20:4 XHO75

4 Yaphendula indoda leyo, ingumLevi, indoda yaloo nkazana incinithiweyo, yathi, Ndafika eGibheha ekwaBhenjamin, mna neshweshwe lam, salalisa khona.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:4 kwimeko