Abagwebi 20:42 XHO75

42 Ajika ke phambi kwamadoda akwaSirayeli, abheka endleleni yentlango. Ukulwa kwathana mbende nawo, besuka nabemi bemizi bawatshabalalisa kuyo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:42 kwimeko