Abagwebi 20:48 XHO75

48 Amadoda akwaSirayeli abuyela koonyana bakaBhenjamin, abulala ngohlangothi lwekrele, ethabathela kumzi, kumadoda ke kwaneenkomo esa kwinto yonke efumanekayo naphi. Kananjalo imizi yonke efunyenweyo ayifaka umlilo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 20

imbono Abagwebi 20:48 kwimeko