Abagwebi 21:22 XHO75

22 Kothi, xa ooyise nabanakwazo bazé kubambana nathi, sithi kubo, Sibabaleni ngazo; ngokuba singàbathabathelanga elowo umkakhe ekulweni; ngokuba anibanikanga nina, okanye beniya kuba netyala.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 21

imbono Abagwebi 21:22 kwimeko