Abagwebi 21:5 XHO75

5 Bathi oonyana bakaSirayeli, Ngubani na ezizweni zonke zakwaSirayeli onganyukanga eze ebandleni kuYehova? Ngokuba ubefungelwe kakhulu onganyukanga eze kuYehova eMizpa, ngokuthi, Makabulawe afe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 21

imbono Abagwebi 21:5 kwimeko