Abagwebi 4:18 XHO75

18 Waphuma ke uYaheli, waya wamkhawulela uSisera, wathi kuye, Phambuka, nkosi yam, phambukela kum; musa ukoyika. Waphambukela ke kuye ententeni, wamgubungela ngengubo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 4

imbono Abagwebi 4:18 kwimeko