Abagwebi 4:22 XHO75

22 Kwathi thaphu uBharaki, esukela uSisera. Waphuma uYaheli waya kumkhawulela, wathi kuye, Yiza, ndikubonise indoda oyifunayo. Waya kuye; nanko uSisera eludwamba efile, enesikhonkwane ezintlafunweni.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 4

imbono Abagwebi 4:22 kwimeko