Abagwebi 4:24 XHO75

24 Saya isandla soonyana bakaSirayeli siba nzima ngokuba nzima phezu koYabhin, ukumkani wamaKanan, bada bamchitha uYabhin, ukumkani wamaKanan.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 4

imbono Abagwebi 4:24 kwimeko