Abagwebi 4:3 XHO75

3 Bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova; ngokuba ebeneenqwelo zesinyithi ezingamakhulu asithoba; wabaxina ke oonyana bakaSirayeli ngamandla iminyaka emashumi mabini.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 4

imbono Abagwebi 4:3 kwimeko