Abagwebi 4:9 XHO75

9 Wathi ke, Ukuhamba ndiya kuhamba nawe, kodwa akuyi kuba naludumo kule ndlela uyihambayo; ngokuba uYehova uya kuthengisa ngoSisera, amnikele esandleni senkazana. Wesuka ke uDebhora waya noBharaki eKedeshe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 4

imbono Abagwebi 4:9 kwimeko