Abagwebi 6:15 XHO75

15 Akuthunywe ndim yini na? Wathi yena kuye, Camagu, Nkosi yam, ndowasindisa ngantoni na amaSirayeli? Khangela, umzi wakowethu ngowona uphantsi kwaManase, nam ndinguyena mncinane endlwini kabawo.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 6

imbono Abagwebi 6:15 kwimeko