Abagwebi 6:21 XHO75

21 Saza isithunywa sikaYehova sesa incam yentonga esesandleni saso, sachukumisa inyama nezonka ezingenagwele; wenyuka umlilo elityeni, wayidla inyama nezonka ezingenagwele, saza isithunywa sikaYehova semka ke emehlweni akhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 6

imbono Abagwebi 6:21 kwimeko