Abagwebi 6:27 XHO75

27 UGidiyon wathabatha amadoda alishumi kubakhonzi bakhe; wenza njengoko wathethayo uYehova kuye. Kwathi, kuba esoyika indlu kayise namadoda aloo mzi, akenza emini, wenza ebusuku.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 6

imbono Abagwebi 6:27 kwimeko