29 Yathi enye kwenye, Ngubani na lo wenzé le nto? Abuza, afuna. Bathi, NguGidiyon unyana kaYowashe, lo wenzé le nto.
funda isahluko epheleleyo Abagwebi 6
imbono Abagwebi 6:29 kwimeko