Abagwebi 6:8 XHO75

8 uYehova wathuma indoda engumprofeti koonyana bakaSirayeli; yathi kubo, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ndaninyusa mna eYiputa, ndanikhupha endlwini yobukhoboka;

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 6

imbono Abagwebi 6:8 kwimeko