Abagwebi 7:11 XHO75

11 uve into abayithethayo; emveni koko síya komelela isandla sakho. Yihla ke uye empini. Wehla ke yena noFura, umfana wakwakhe, baya ekupheleni kwabaxhobileyo abasempini.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7

imbono Abagwebi 7:11 kwimeko