Abagwebi 7:15 XHO75

15 Kwathi, akukuva uGidiyon ukuxelwa kwephupha nokutyhilwa kwalo, wanqula, wabuyela emkhosini wamaSirayeli, wathi, Vukani, ngokuba uYehova uyinikele impi yamaMidiyan esandleni senu.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7

imbono Abagwebi 7:15 kwimeko