Abagwebi 7:23 XHO75

23 Wahlatyelwa umkhosi, weza umntu wakwaSirayeli ephuma kwaNafetali, nakwa-Ashere, nakuManase wonke, wawasukela amaMidiyan.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7

imbono Abagwebi 7:23 kwimeko