Abagwebi 7:3 XHO75

3 Khawudanduluke ke ngoko ezindlebeni zabantu, uthi, Owoyikayo nogubhayo makabuye, makanyebeleze emke ezintabeni zeGiliyadi. Kwabuya ke kubo abantu abangamawaka angamashumi omabini anamabini; kwasala amawaka alishumi.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 7

imbono Abagwebi 7:3 kwimeko