Abagwebi 8:22 XHO75

22 Athi amaSirayeli kuGidiyon, Silawule wena, kwanonyana wakho, nonyana wonyana wakho; ngokuba usisindisile esandleni samaMidiyan.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 8

imbono Abagwebi 8:22 kwimeko