5 wathi kumadoda aseSukoti, Khanibaphe abantu aba bandilandelayo iintendana zezonka, ngokuba batyhafile; ndisukela uZebha noTsalimuna, ookumkani bamaMidiyan.
funda isahluko epheleleyo Abagwebi 8
imbono Abagwebi 8:5 kwimeko