Abagwebi 9:1 XHO75

1 Waya uAbhimeleki kaYerubhahali kwaShekem kubazalwana bonina, wathetha kubo nakwimizalwane yonke yendlu kayise yonina, wathi,

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:1 kwimeko