Abagwebi 9:24 XHO75

24 ukuze ukungonyanyelwa koonyana abangamashumi asixhenxe bakaYerubhahali kufike, igazi labo libekwe phezu koAbhimeleki umzalwana wabo, owababulalayo, naphezu kwabemi bakwaShekem, abasomelezayo isandla sakhe, wababulala abazalwana bakhe.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:24 kwimeko