Abagwebi 9:28 XHO75

28 Wathi uGahali unyana kaEbhede, Ngubani na yena uAbhimeleki? Engubani na yena uShekem, ukuba simkhonze? Àkanyana kaYerubhahali na, waye uZebhule engemveleli wakhe na? Khonzani amadoda akwaHamore, usoShekem. Kungani na ukuba simkhonze yena?

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:28 kwimeko