Abagwebi 9:35 XHO75

35 Waphuma uGahali unyana kaEbhede, wema ekungeneni kwesango lomzi; wesuka uAbhimeleki nabantu anabo ekulaleleni.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:35 kwimeko