Abagwebi 9:43 XHO75

43 Wabathabatha abantu, wabahlula baba maqela mathathu, walalela emasimini; wakhangela, wabona abantu bephuma kuloo mzi, wabavunukela wabaxabela.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:43 kwimeko