Abagwebi 9:45 XHO75

45 UAbhimeleki walwa naloo mzi imini yonke, wawuthimba umzi, nabantu abakuwo wababulala; wawudiliza umzi, wawuhlwayela ityuwa.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:45 kwimeko