Abagwebi 9:54 XHO75

54 Wabiza kamsinya umfana wakwakhe obephethe iintonga zakhe, wathi kuye, Rhola ikrele lakho, undibulale, hleze kuthiwe ngam, Úbulewe yinkazana. Umfana wakwakhe wamhlaba amahlànza, wafa ke.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:54 kwimeko