Abagwebi 9:7 XHO75

7 Waxelelwa uYotam, waya wema encotsheni yentaba yeGerizim, waliphakamisa izwi lakhe, wadanduluka, wathi kubo, Ndiveni, nina bemi bakwaShekem, aze uYehova anive nani.

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:7 kwimeko