Abagwebi 9:9 XHO75

9 Wathi umnquma kuyo, Ndingade ndikuncame na ukutyeba kwam abakuzukisayo oothixo nabantu, ndiye kujingajinga phezu kwemithi?

funda isahluko epheleleyo Abagwebi 9

imbono Abagwebi 9:9 kwimeko