Izililo 2:20 XHO75

20 Bóna, Yehova, ukhangele, ngubani na lo wènjénje ukumphatha kakubi?Abafazi bangádla isiqhamo somzimba wabo na? Badlè abantwana ababathantamisayo na?Angábulawelwa engcweleni yeNkosi na umbingeleli nomprofeti?

funda isahluko epheleleyo Izililo 2

imbono Izililo 2:20 kwimeko