Izililo 2:4 XHO75

4 Isityedile isaphetha sayo njengotshaba; imise isandla sayo sokunene, saxelisa esombandezeli,Yazibulala zonke izinto ezinqwenelekayo emehlweni;Ententeni yentombi enguZiyon, ibuphalazile ubushushu bayo njengomlilo.

funda isahluko epheleleyo Izililo 2

imbono Izililo 2:4 kwimeko