Uestere 2:14 XHO75

14 Ibisakuya ngokuhlwa, ngengomso ibuyele kweyesibini indlu yabafazi, ephantsi kogcino lukaShahashgazi, ithenwa lokumkani, umgcini wamashweshwe. Ibingabi saya kukumkani, engayinanzanga ukumkani, ayibize ngegama.

funda isahluko epheleleyo Uestere 2

imbono Uestere 2:14 kwimeko