Uestere 3:2 XHO75

2 Bonke abakhonzi bokumkani, ababesesangweni lokumkani, babeguqa, baqubude kuHaman; kuba wenjenjalo ukumkani ukuwisa umthetho ngaye; ke yena uMordekayi àkagaqa, àkaqubuda kuye.

funda isahluko epheleleyo Uestere 3

imbono Uestere 3:2 kwimeko