Uestere 3:6 XHO75

6 Wakucekisa ukuba amse izandla uMordekayi yedwa; kuba ubebaxelelwe abantu bakuloMordekayi; wangxamela ke uHaman ukuwatshabalalisa onke amaYuda abesebukumkanini bonke buka-Ahaswerosi, abantu bakuloMordekayi.

funda isahluko epheleleyo Uestere 3

imbono Uestere 3:6 kwimeko