Uestere 3:9 XHO75

9 Ukuba kuthe kwalunga kukumkani, makubhalwe batshatyalaliswe. Ndolinganisela ezandleni zabawenzayo loo msebenzi wokumkani amawaka alishumi eetalente* zesilivere, ukuba ziziswe ebutyebini bokumkani.

funda isahluko epheleleyo Uestere 3

imbono Uestere 3:9 kwimeko