Uestere 7:3 XHO75

3 Waphendula uEstere ukumkanikazi, wathi, Ukuba ndithe ndababalwa nguwe, kumkani, ukuba kuthe kwalunga kukumkani, mandinikwe ubomi bam ngokucela kwam, nabantu bakowethu ngokuthandaza kwam.

funda isahluko epheleleyo Uestere 7

imbono Uestere 7:3 kwimeko