6 Kuba ndingáthini na ukuba nako ukububonela ububi obuyà kubazela abantu bakowethu? Ndingathini na ukuba nako ukukubona ukutshatyalaliswa kwemizalwane yam?
funda isahluko epheleleyo Uestere 8
imbono Uestere 8:6 kwimeko