Uestere 9:16 XHO75

16 Ke namanye amaYuda abesemazweni okumkani abizelana ndawonye, akhusela ubomi bawo, aphumla ezintshabeni zawo, abulala kwabo babewathiyile amashumi asixhenxe anesihlanu amawaka; amaxhoba akawachukumisanga.

funda isahluko epheleleyo Uestere 9

imbono Uestere 9:16 kwimeko