Uezra 10:6 XHO75

6 Wesuka uEzra phambi kwendlu kaThixo, wangena egumbini likaYohanan unyana kaEliyashibhi. Wathi akufika khona, akadla sonka, akasela manzi; ngokuba ubesenza isijwili ngenxa yobumenemene babo bafuduswáyo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 10

imbono Uezra 10:6 kwimeko